1
KWABASETESALONIKA I 2:4
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Sithi, njengoko sicikidiweyo nguThixo, ukuba siphathiswe iindaba ezilungileyo, senjenjalo ukuthetha; singangi sikholisa abantu, kuba sikholisa uThixo ozicikidayo iintliziyo zethu.
비교
KWABASETESALONIKA I 2:4 살펴보기
2
KWABASETESALONIKA I 2:13
Ngenxa yoko, nathi siyabulela kuye uThixo singayeki, okokuba nathi, ukulamkela ilizwi likaThixo lodaba kuthi, analamkela lililizwi labantu; nalamkela, njengokuba kunjalo okwenyaniso, lililizwi likaThixo elisebenzayo nokusebenza kuni bakholwayo.
KWABASETESALONIKA I 2:13 살펴보기