YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEKORINTE I 9 - 인기 성경 구절

1

KWABASEKORINTE I 9:25-26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Bona abo ke okunene benzela ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; kodwa thina, esingenakonakala. Mna ke ngoko ndenjenjalo ukubaleka, ndingangi andiqondi; ndenjenjalo ukugalela ngenqindi, ndingangi ndibetha umoya

비교

KWABASEKORINTE I 9:25-26 살펴보기

2

KWABASEKORINTE I 9:27

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ndisuka ndiwuqobe umzimba wam, ndiwuxinzelele phantsi, hleze ndithi, ndakuba ndizivakalisile iindaba ezilungileyo kwabanye, ndibe mna ndingumlahlelwa phandle.

비교

KWABASEKORINTE I 9:27 살펴보기

3

KWABASEKORINTE I 9:24

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Anazi na, ukuba abo babalekayo elugqatsweni, babaleka bonke okunene, kodwa ke mnye owamkelayo umvuzo? Balekani ngokunjalo ke, ukuze nizuze.

비교

KWABASEKORINTE I 9:24 살펴보기

4

KWABASEKORINTE I 9:22

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

kwabo bangenamandla, ndaba njengongenamandla, ukuze ndibazuze abangenamandla; kubo bonke ndesuka ndaba ziinto zonke, ukuze ngeendlela zonke ndisindise inxenye.

비교

KWABASEKORINTE I 9:22 살펴보기

KWABASEKORINTE I 9: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트