Logo YouVersion
Icona Cerca

2 KAPETROS 1:5-7

2 KAPETROS 1:5-7 XHO96

Ngenxa yaloo nto ke kufuneka nenze unako-nako ukongezelela ukholo ngesidima, nesidima ngengqiqo, ingqiqo ngokuzeyisa, nokuzeyisa ngonyamezelo, unyamezelo ngembeko, nembeko ngokuhlobana, nokuhlobana ngokuthanda abantu bonke.

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a 2 KAPETROS 1:5-7