U‐Tsefaniya 3:17
U‐Tsefaniya 3:17 XHO1902A
UYEHOVA, UTIXO wako, upakati kwako, onamandla, osindisayo; uya kugcoba pezu kwako ngovuyo, woti cwaka elutandweni lwake; uya kuvuyelela pezu kwako ngokucula.