Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:21-22
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:21-22 XHO1902A
Ndiyafumana ngoko lomteto, wokuba, nxa nditandayo ukwenza oko kulungileyo, oko kukohlakeleyo kuko ngakum. Ngokuba ndigcoba emtetweni katixo ngokwowapakati umntu: