Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:20-21

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:20-21 XHO1902A

nedinga likatixo akalitandabuzela ngokungakolwa; koko womelezekayo ekukolweni, enika utixo udumo, ekolisile ukukolwa kanjalo ukuba oko akubekele ngedinga unamandla nokukwenza.