Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:18

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:18 XHO1902A

NGOKUBA kutyilwa umsindo katixo ezulwini ngakuko konke ukungabedeshi nokungalungisi kwabantu, abayibambayo inyaniso kokungalungileyo;