YouVersioni logo
Search Icon

I‐Genesise 22:12

I‐Genesise 22:12 XHO1902A

Yayisiti: Ungoluli isandla sako pezu kwomfana, ungenzi nto kuye kanjalo; ngokuba kaloku ndisazi ukuba uyamoyika UTIXO, ungabambanga nje unyana wako, ukupela kwonyana wako, kum.

Free Reading Plans and Devotionals related to I‐Genesise 22:12