1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Wanga ke UTIXO wetemba anganizalisa ngalo lwonke uvuyo noxolo ekukolweni, nize nikolise ukwanda etembeni, ngamandla OMOYA OYINGCWELE.
Comparar
Explorar Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:13
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:4
Ngokuba konke okube kuba̔liwe pambili bekuba̔lelwe okwetu ukufundiswa, ukuze siti ngawo umonde nolwonwabiso lweziba̔lo sibe netemba.
Explorar Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:4
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:5-6
Wanga ke UTIXO womonde nolwonwabiso anganinika okokuba nibe nokuvumelana omnye nomnye njengokuka‐Kristu Yesu: ukuze kwa ngentliziyo nye niti ngomlomo mnye nimdumise yena UTIXO noyise WENKOSI yetu u‐Yesu Kristu.
Explorar Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:5-6
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:7
Ngako oko yamkelanani, njengokuba no‐Kristu wasamkela tina, kube kukudunyiswa KUKATIXO.
Explorar Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:7
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:2
Masiti sonke ngabanye sikolise abamelwane betu ngoko kubalungele kube kukumiswa.
Explorar Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:2