1
Izenzo zabapostile 18:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
ngokuba ndinawe mna, kwaye kungayi kuwelana nawe namnye ukuze akwenzakalise; ngokuba ndinabantu abaninzi kwesisixeko.
Comparar
Explorar Izenzo zabapostile 18:10
2
Izenzo zabapostile 18:9
Yaza yati INKOSI ku‐Paulusi ngomboniso ebusuku: Ungoyiki, uz’ utete, ungati cwaka
Explorar Izenzo zabapostile 18:9