YouVersion Logo
Search Icon

Ivangeli ka‐Luke 14:13-14

Ivangeli ka‐Luke 14:13-14 XHO1902A

Koko xeshekweni usenzayo isidlo, mema amahlwempu, izilima, iziqwala, imfama; wauya kuba netamsanqa ke; kuba bona bengenako ukukuvuza: ngokuba uya kuvuzwa eluvukweni lwabalungileyo.

Free Reading Plans and Devotionals related to Ivangeli ka‐Luke 14:13-14