YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 48:11

U‐Yisaya 48:11 XHO1902A

Ngenxa yokwam, ngenxa yokwam, ndiya kukwenza: ngokuba beliya kunco̔liswa ngokunjanina igama lam? nobungcwalisa bam andiyi kubunika kuwumbi.

Free Reading Plans and Devotionals related to U‐Yisaya 48:11