YouVersion Logo
Search Icon

U‐Habakuke 3:17-18

U‐Habakuke 3:17-18 XHO1902A

Nakuba umkiwane ungatyatyambi, kungeko ukuxakata emitini yeveyine; nakuba ukuhlanza kweminquma kutshitsha, engavelisi ukutya amasimi; nakuba umhlambi unqanyulwa esibayeni, zingeko inkomo ezitaleni: ndiya kuvuyelela noko KUYEHOVA, ndiya kugcoba KUTIXO wosindiswa lwam.

Video for U‐Habakuke 3:17-18

Verse Images for U‐Habakuke 3:17-18

U‐Habakuke 3:17-18 - Nakuba umkiwane ungatyatyambi, kungeko ukuxakata emitini yeveyine; nakuba ukuhlanza kweminquma kutshitsha, engavelisi ukutya amasimi; nakuba umhlambi unqanyulwa esibayeni, zingeko inkomo ezitaleni: ndiya kuvuyelela noko KUYEHOVA, ndiya kugcoba KUTIXO wosindiswa lwam.U‐Habakuke 3:17-18 - Nakuba umkiwane ungatyatyambi, kungeko ukuxakata emitini yeveyine; nakuba ukuhlanza kweminquma kutshitsha, engavelisi ukutya amasimi; nakuba umhlambi unqanyulwa esibayeni, zingeko inkomo ezitaleni: ndiya kuvuyelela noko KUYEHOVA, ndiya kugcoba KUTIXO wosindiswa lwam.

Free Reading Plans and Devotionals related to U‐Habakuke 3:17-18