IINDUMISO 10:14
IINDUMISO 10:14 XHO96
Ewe, wena uzijongile wazibona iintlupheko neentsizi, khon' ukuze ulungele ukusisiza. Ewe, zibalekela kuwe nazo iindwayi, wena ongumncedi weenkedama.