1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:5
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
siwisa ngazo nje amabhongo, nayo yonke into ephakamileyo, eziphakamisayo ngokuchasa ukwazi uThixo; iingqiqo zonke sizithimbela ekumlulameleni uKristu
Compare
Explore KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:5
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:4
(Kuba izixhobo zethu zemfazwe ayizizo ezenyama, kodwa ngaye uThixo zinamandla okuwisa iinqaba;)
Explore KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:4
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:3
Kuba noko sihamba sisenyameni, asiphumi mkhosi ngokwenyama
Explore KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:3
4
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:18
Kaloku oyena ucikidekileyo asingoziyalezayo, ngoyalezwa yiNkosi.
Explore KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 10:18
Home
Bible
Plans
Videos