1
U‐Tsefaniya 2:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Mfuneni UYEHOVA, nonke nina balulamileyo belizwe, abasenzileyo isigwebo sake; funani ubulungisa, funani ululamo, kungati niya kufihlelwa emhleni wengqumbo KAYEHOVA.
Compare
Explore U‐Tsefaniya 2:3
2
U‐Tsefaniya 2:11
UYEHOVA uya kwoyikeka kubo, ngokuba eya kubityisa bonke otixo bomhlaba: babeya kumbedesha, abanye ngabanye ezindaweni zabo, bonke abemi beziqiti zabaheyideni.
Explore U‐Tsefaniya 2:11