1
EYEZIQALO 2:24
IBHAYIBHILE
Yiyo ke loo nto indoda imshiya uyise nonina, inamathele kumkayo, baze babe mntu mnye.
Compare
Explore EYEZIQALO 2:24
2
EYEZIQALO 2:18
Uthe ke uNdikhoyo uThixo emva koko: “Akukuhle ukuba le ndoda ihlale ililolo. Kuhle ndiyenzele umlingane onokuncedisana nayo.”
Explore EYEZIQALO 2:18
3
EYEZIQALO 2:7
UNdikhoyo uThixo wacaphula umhlaba emhlabeni, wabumba umntu ngawo. Waphefumlela umoya obubomi emathatheni akhe, yaba ngumntu ophilayo lowo.
Explore EYEZIQALO 2:7
4
EYEZIQALO 2:23
Ithe ke indoda: “Nanku ke oyena-yena! Lithambo lamathambo am, nenyama yeenyama zam. Kuya kuthiwa ngumfazi, kuba uthathwe kumfo.”
Explore EYEZIQALO 2:23
5
EYEZIQALO 2:3
Wawuthamsanqelisa umhla wesixhenxe, wawumisa wangumhla okhethekileyo, kuba ngaloo mhla wayeselegqibile ukudala.
Explore EYEZIQALO 2:3
6
EYEZIQALO 2:25
Loo ndoda nomkayo babehamba ze, bengenazintloni.
Explore EYEZIQALO 2:25
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos