1
UYEREMIYA 8:22
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Akukho mafutha aqholiweyo na eGiliyadi? Akukho gqirha na khona? Kutheni na ke ukuba kungàbotshwa ukwaphuka kwentombi yabantu bakowethu?
Compare
Explore UYEREMIYA 8:22
2
UYEREMIYA 8:4
Yithi ke kubo, Utsho uYehova ukuthi, Baya kuwa, bangavuki na? Úya kuphamba, angabuyi na umntu?
Explore UYEREMIYA 8:4
3
UYEREMIYA 8:7
Kanti nengwamza ezulwini iyawazi amaxesha ayo amisiweyo; nehobe nehlankomo nendwe ziligcinile ixesha lokufika kwazo; ke bona abantu bam abalazi isiko likaYehova.
Explore UYEREMIYA 8:7
4
UYEREMIYA 8:6
Ndabaza indlebe, ndeva, báthetha into engeyiyo; akukho bani uzohlwayayo ngeento zakhe ezimbi, athi, Yintoni na le ndiyenzileyo? Bonke bephela babuyela ekugidimeni kwabo, njengehashe lifunzela emfazweni.
Explore UYEREMIYA 8:6
5
UYEREMIYA 8:9
Zidanile izilumko, ziqhiphuke umbilini, zibanjisiwe; yabona, ziyalicekisa ilizwi likaYehova; zinobulumko bukabani na ke?
Explore UYEREMIYA 8:9