I‐Genesise 12:2-3

I‐Genesise 12:2-3 XHO1902A

Ndaye ndiya kukwenza ube sisizwe esikulu, ndikutamsanqele, ndilenze likulu igama lako; uze ube litamsanqa ke. Ndandiya kutamsanqela abo abatamsanqela wena, nalowo okuqalekisayo ndiya kuqalekisa yena; kanjalo ziya kutanyusanqelwa ngawe zonke izizalwane zomhlaba.

فيديو ل I‐Genesise 12:2-3

خطط قرأة مجانية و مواضيع تعبدية ذات صلة بI‐Genesise 12:2-3