Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:4-5

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:4-5 XHO1902A

Ngokuba kwa njengokuba sinawo amalungu amaninzi emzimbeni mnye, kanti amalungu akanawo umsebenzi mnye onke; kwa njalo tina, sibaninzi nje, singumzimba mnye ku‐Kristu, namalungu omnye nomnye ngabanye.

Video vir Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:4-5

Gratis leesplanne en oordenkings oor Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:4-5