Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:3 XHO1902A

Ngokuba ndisiti, ngalo ufefe endanikwa lona, kubo bonke abakoyo pakati kwenu, mabangakumbuli ngokupezulu koko bafanele ukukumbula ngako, koko mabakumbule ngokutelekelela, njengokuba UTIXO wabele abanye ngabanye isilinganiselwa sokolo.

Video vir Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:3

Versbeeld vir Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:3 - Ngokuba ndisiti, ngalo ufefe endanikwa lona, kubo bonke abakoyo pakati kwenu, mabangakumbuli ngokupezulu koko bafanele ukukumbula ngako, koko mabakumbule ngokutelekelela, njengokuba UTIXO wabele abanye ngabanye isilinganiselwa sokolo.