1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:17-18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
ngokuba ubukumkani BUKATIXO bungekukutya nokusela, bububulungisa, noxolo, novuyo KUMOYA OYINGCWELE. Ngokuba oti kwezizinto akonze u‐Kristu, ekolekile KUTIXO, enokubukwa nangabantu.
Vergelyk
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:17-18
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:8
Ngokuba naxeshekweni sidlayo ubomi, sibudlela INKOSI; naxeshekweni sifayo, sifela INKOSI: ngako nokuba siyadla ubomi, nokuba siyafa, singa BENKOSI.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:8
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:19
Ngako ke masiputume izinto zoxolo, nezinto eziyelela ukumiswana.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:19
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:13
Masingabi sagwebana ngoko; niti ngokukumbi nigwebe ukuti aniyi kubekela umzalwana isiku̔bekiso nesiwiso.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:13
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:11-12
Ngokuba kuba̔liwe ukuti: Ndihleli nje, utsho UYEHOVA, otoba kum onke amadolo, zenze imvumo KUTIXO zonke ilwimi. Ngako ke sonke ngabanye sozipendulela KUTIXO.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:11-12
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:1
LOWO ke obutataka elukolweni mamkeleni, kungabi ngenxa yokwahlulwa kwempikiswano kodwa.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:1
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:4
Ungubanina wena ugwebayo isicaka somnye? kukuyo eyaso inkosi ukuma kwaso umhlaumbi ukuwa kwaso. Kodwa siya kumiswa; ngokuba UTIXO enamandla ukusimisa.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:4