1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
lokokuba, xeshekweni uti uxele ngomlomo wako INKOSI u‐Yesu, ukolwe entliziyweni yako ukuba UTIXO wamvusa kwabafileyo, uya kusindiswa.
Vergelyk
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:9
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:10
Ngokuba ngentliziyo kukolwa kube bubulungisa, nangomlomo kuxelwa kube lusindiswa.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:10
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:17
Kukona ukolo luvela ngokuva, nokuva ngalo ilizwi LIKATIXO.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:17
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13
Ngokuba isiba̔lo sisiti: Osukuba ekolwa kuye akayi kudaniswa. Ngokuba kungeko ukwahluka pakati kwom‐Juda nom‐Girike; ngokuba ikwa nye INKOSI yabo bonke, ibutyebi ngakubo bonke ababizayo kuyo: ngokuba bonke abasukuba bebiza egameni LIKAYEHOVA beya kusindiswa.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:15
Kanjako boti nina ukushumayela, xeshekweni bangatunywayo? njengokuba kuba̔liwe ukuti: Hai ukuba ntle kwazo inyawo zabo abashumayelayo indaba ezimnandi zoxolo, abashumayelayo indaba ezimnandi zezinto ezilungileyo!
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:15
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:14
Pofu boti nina ukubiza kulowo bangakolwanga kuye? boti nina nokukolwa kulowo abangamvanga? boti nina nokuva bengenamshumayeli?
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:14
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:4
Ngokuba u‐Kristu esisipelo somteto bube bubulungisa kubo bonke abakolwayo.
Verken Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:4